Proverbs 27:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Otelekelelayo uyayibona ingozi, azifihle; kodwa izidenge ziyagqita, zenzakale.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Onobuqili uyabubona ububi, azimele; Ke zona iziyatha zigqitha kubo, zohlwaywe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isilumko sibona ububi, sibufihle; kwaye abo bangantsonkothanga baya phambili kwaye bayohlwaywa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu ondwebileyo uthi akuyibona ayicezele ingozi, kanti ke yena ongaqiqiyo uphoseka kuyo enzakale.