Proverbs 27:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Incw̔aba nentshabalalelo azinakuncanyiswa; kwa njalo amehlo omntu akanakuncanyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elabafileyo nenzonzobila azinakuhlutha, Namehlo omntu akanakuhlutha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imbuqo nentshabalalo ayiyi kuzala; ngokunjalo akahluthi amehlo omntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ingcwaba nelabafileyo alize lihlúthe; akwanjalo namehlo omntu.