Proverbs 27:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ubutyebi bungesiso isimakade; kwa nekrone ayiyi kubako kwisizukulwana ngesizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ayingonaphakade ingqwebo; Nesithsaba sesezizukulwana ngezizukulwana, yini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kokuba bonke ubutyebi abubo banaphakade, kwaye ingaba isithsaba siya kubakho ukusuka kwesinye isizukulwana kuye kwesinye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ubutyebi obu yinto edlulayo, nesithsaba sobukhosi asihlali sihleli kwizizukulwana ngezizukulwana.