Proverbs 28:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuti kwakuvuyelela abalungileyo, kubeko ubungcwalisa obukulu; kodwa kwakupakama abakohlakeleyo, umntu uyafunwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekudlamkeni kwamalungisa kwanda uzuko; Ekuphakameni kwabangendawo, abaveli nokuvela abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekudlamkeni kwamalungisa kwanda uzuko; kodwa xa kuthe kwenyuka ububi, ubani azimele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa amalungisa athe aphumelela kuba yimivuyo nemincili, kodwa ke xa kuthe kwaphakama izikhohlakali abantu bayabaleka bazimele.