Proverbs 28:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ofihlayo izono zake, akayi kutamsanqeleka; kodwa ozixelayo azishiye, wofumana ububele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Osigubungelayo isono sakhe akayi kuba nampumelelo; Ke yena osivumayo, asishiye, uya kufumana inceba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ocamagushela izono zakhe akayi kuba nampumelelo; kodwa othe wayixela, wayijika, wosinda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu osifihlayo isono sakhe akabi nampumelelo; kambe ke yena osivumayo, ahlukane naso, wenzelwa inceba.