Proverbs 28:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Olimayo umhlaba wake, wohlutiswa sisonka; kodwa olandela abantu abangendawo, wohlutiswa bubuhlwempu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Owusebenzayo umhlaba wakhe uya kuhlutha sisonka; Osukela izinto ezingento uya kuhlutha bubuhlwempu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Osebenza amasimi akhe woba nentabalala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu owalimayo amasimi akhe akasweli kutya, kanti ke yena osukelana namampunge uvuna ubuhlwempu.