Proverbs 28:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yokwona kwelizwe ziba zininzi inkosi zalo; kodwa ngenxa yomntu onokuqonda nokwazi, ubume balo buya kwolulwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokreqo lwelizwe baba baninzi abathetheli balo; Ngomntu onengqondo, onokwazi, ukuzinza kwalo kuyoluka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baninzi abathetheli bakho, ngenxa yobugwenxa belizwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ilizwe linovukelo baba baninzi abafuna ukuphatha, kodwa xa kukho ophatha ngengqiqo nolwazi uyazinza.