Proverbs 28:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umntu wenyaniseko uya kwanelwa ngamatamsanqa; kodwa onxamela ukutyeba, akayi kuswela ityala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda enyanisekileyo ineentsikelelo ezininzi; Ke yena ongxamayo ukuba sisityebi, akabi msulwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umntu onyanisekileyo uneentsikelelo ezininzi; Ke yena ongxamayo ukuba sisityebi, akabi msulwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu othembekileyo uyathamsanqeleka; kanti ke yena ongxamele ubutyebi akaze abe msulwa.