Proverbs 28:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukugqalisela ubuso akulungile; ngokuba umntu owenje njalo eya kwona ngenxa yeqekeza lesonka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukukhetha ubuso akulungile; Ngenxa yeqhekeza lesonka umntu angade aphosise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuhlonela umntu akulunganga, kuba umntu wona ngenxa yeqhekeza lesonka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukujonga ubuso akulunganga; kodwa ke abanye abantu bangade bone nangenxa yeqhekeza eli lesonka.