Proverbs 28:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abantu abangalungileyo abaqondi ubugwebo; kodwa abo bamfunayo uyehova bayaqonda izinto zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abantu abanobubi abakuqondi okusesikweni; Ke bona abamquqelayo uYehova baqonda izinto zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abangendawo abanangqondo yodwa; Ke bona abamquqelayo uYehova baqonda izinto zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu abagwenxa ababuqondi ubulungisa; kanti ke abo bazondelela uNdikhoyo baqonda zonke izinto.