Proverbs 28:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oyandisa imfuyo yake ngokudla abanye nangenzuzo engalungileyo, woyihlanganisela umntu oya kukedamela amahlwempu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Owongeza ubuncwane bakhe ngokudla abanye, nangolwandiso, Ubuthela obabala izisweli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Owongeza ubutyebi bakhe ngorhwebo, ngogonyamelo, Ubuthela obabala abaziintsizana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu ozuza ubutyebi kuba ebolekisa aze axhaphaze abantu ngenzala ayibizayo, obo butyebi abuqokelelayo busuka bufunyanwe ngumntu wumbi owazelelelayo amahlwempu.