Proverbs 29:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UMNTU onokwohlwaywa futi, oti noko enze lukuni intamo yake, wobujiswa ngebaqo, kungabiko lusizo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda eyohlwaywa futhi, iyenze lukhuni intamo yayo, Iya kuchithakala ngephanyazo, kungabikho kuncedwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ohlala eyenze lukhuni intamo yakhe ekhalinyelwa, Uya kutshabalala kwaoko, kungabikho kuphiliswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu okhalinyelwa njalo, kodwa abe neenkani, wosuka aphalale ngephanyazo, angaze abe nabuyambo.