Proverbs 29:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abantu begazi bayatiya oyinene; kodwa abalungisayo bayafuna umpefumlo wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amadoda amagazi ayabathiya abagqibeleleyo; Nabathe tye, afuna umphefumlo wabo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amadoda amagazi ayalithiya ilungisa, Ke lona ilungisa lifuna umphefumlo walo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izibulala-mntu zimthiyile umntu onyanisekileyo, ke bona abathe ngqo bayamkhusela umntu onjalo.