Proverbs 29:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uswazi nokwohlwaya kuyanika ubulumko; kodwa umntwana oyekelwayo uyamhlazisa unina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Intonga nesohlwayo sinika ubulumko; Ke yena umntwana oyekelelweyo udanisa unina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Intonga nesohlwayo sinika ubulumko; Ke yena umntwana oshiyiweyo udanisa unina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uswazi lokululeka ludala ubulumko; kambe ke umntwana ongaqeqeshwayo umzisela ihlazo unina.