Proverbs 29:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa kungeko umboniso, abantu baba ngabangevayo; kodwa ogcinayo umteto, hai itamsanqa lake!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Apho kungekho mbono baba yimiqhathu abantu; Bakuwugcina umyalelo, hayi, uyolo lwabo!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Apho kungekho buso, bayatshabalala abantu; Hayi, uyolo lwalowo uwugcinayo umthetho!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu abangenawo umbono kaThixo baba ziindlobongela; phofu ke unoyolo umntu owuthobelayo umthetho kaThixo.