Proverbs 29:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa abalungileyo basebukulwini, abantu bayavuya; kodwa kwakupatwa ngokohlakeleyo, abantu bayagula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekwandeni kwamalungisa bayavuya abantu; Ekulawuleni kongendawo bayagcuma abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekulawuleni kwelungisa banoyolo; Kodwa xa umntu okhohlakeleyo elawula, abantu bayakhala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakuba sezandleni zamalungisa umbuso, batsho bavuye abantu; kambe ke kwakulawula isikhohlakali iba ziincwina zodwa.