Proverbs 3:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba lowo amtandayo, uyehova emohlwaya; kwa njengokuba uyise emohlwaya unyana amkolelayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba lo amthandayo uYehova uyamohlwaya, Njengoyise esohlwaya unyana akholwayo nguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uYehova uyamohlwaya amthandayo; njengoyise wonyana akholiswayo nguye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uNdikhoyo uyamluleka umntu amthandayo, kwanjengokuba uyise emohlwaya unyana anebhongo ngaye.