Proverbs 3:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungoyiki isituso esibaqayo, kwa nentshabalaliso yabakohlakeleyo yakufika.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukoyika lunkwantyiso luzayo ngesiquphe, Nasithonga sabangendawo, sakufika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukoyika lunkwantyiso luzayo ngesiquphe, Nokutshabalala kwabangendawo, kwakufika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Awuyi kuba sayixhalela intshabalalo equbulayo, ngokunjalo nesibetho esifikela izikhohlakali.