Proverbs 3:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova eya kuba litemba lako, oya kugcina unyawo lwako lungabijelwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uYehova uya kuba yinqolonci yakho, Alugcine unyawo lwakho lungabanjiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba uYehova uya kuba lithemba lakho, yaye uya kulugcina unyawo lwakho lungabanjiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uNdikhoyo uya kukugcina ukhuselekile; soze aluyekele unyawo lwakho lungene emgibeni.