Proverbs 3:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Musa ukuti kummelwane wako: Hamba, ubuye uze, ndiya kunika ngomso; nxa kukoyo kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukuthi kummelwane wakho, Hamba, wobuya uze, Ndokunika ngomso; Kanti unayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukuthi kummelwane wakho, Hamba, ubuye, ndokunika ngomso; xa unayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Musa ukuthi kummelwane wakho: “Hamba, uze uphinde ubuye; ndiya kukunika ngomso,” kanti unalo uncedo kuwe.