Proverbs 3:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba onokanda eyintshontsho kuyehova; kodwa ubukolwane bake bunabalungisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba othi gu bucala ulisikizi kuYehova; Ke lunabathe tye ucweyo lwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ongendawo ulisikizi kuYehova; Ke lunabathe tye ucweyo lwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ulisikizi kuNdikhoyo umntu olitshijolo; kodwa abathe tye bangamathenjwa akhe.