Proverbs 3:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amalumko aya kulidla ilifa lobungcwalisa; kodwa amageza aya kulamkela ihlazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izilumko ziya kuludla ilifa uzuko; Ke izinyabi zamkela umrhumo wokucukucezwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izilumko ziya kuludla ilifa uzuko;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu abalumkileyo baya kulidla ilifa udumo; ke zona iziyatha ziya kwambathwa lihlazo.