Proverbs 30:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenyaniso ndidolile mna pezu kwabantu bonke; andinako ukuqonda kwomntu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndisisityhakala, andimntu; Ingqondo yomntu ayikho kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndisisijorha, andiqondi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kaloku ndisesona sidenge ebantwini; kwaye ingqondo yomntu ayikho kum.