Proverbs 30:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isigcawo siyabambelela ngezandla zaso, sibako nasezingxandeni zokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Icilitshe unako ukulibamba ngezandla, Kanti lisemabhotweni ookumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Icilitshe libamba izandla zalo, Kanti lisemabhotweni ookumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Icikilishe yinto ongayibamba nangesandla sakho, kodwa liyafumaneka nakumabhotwe ookumkani.