Proverbs 31:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Unjengazo inqanawa zabatengi; uyazeka ukutya kwake kwa kude.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unjengeenqanawa zabarhwebi, Ukuya kuthabatha kude ukudla kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Unjengeenqanawa zabarhwebi; uya kuthabatha kude ukudla kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uhamba njengeenqanawa zabarhwebi, efuna ukutya kosapho nakwelikude.