Proverbs 31:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yinto nina, nyana wam? yinto nina, nyana wesizalo sam? ewe, yinto nina, nyana wezibambiso zam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yini, nyana wam? yini, nyana wesizalo sam? Yini, nyana wezibhambathiso zam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yintoni, nyana wam? Yini na, nyana wesizalo sam? kuthini na, emva kwesibhambathiso sam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Awu, mtanam, sana lwesizalo sam, nyana wezibhambathiso zam,