Proverbs 31:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akoyikeli abendlu yake ngenxa yengqweqwe; ngokuba bonke abendlu yake bambesiwe ngengubo ezibomvu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indlu yakhe akayoyikeli, mhlana ngekhephu, Kuba yonke indlu yakhe yambethe ezisithileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ikhephu akaboyiki, ngenxa yabasendlwini yakhe, kuba elowo endlwini yakhe uvathe iingubo ezibomvu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akanaxhala noba selikhithika, kuba kaloku usapho lwakhe lunezingayiwayo iimpahla zobusika.