Proverbs 31:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zininzi intombi ezenzileyo ngokukolisa, kodwa wena ugqitisile pezu kwazo zonke!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ithi, Zininzi iintombi ezenza ngokunesidima; Ke wena uzidlule zonke ziphela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zininzi iintombi ezenza kakuhle, kodwa wena uzidlule zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Baninzi abafazi abenza imisebenzi emihle; kodwa wena ubagqwesa bonke!”