Proverbs 31:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
hleze asele, alibale umteto, aze ajike ityala lababandezelweyo bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hleze basele bakulibale okumiselweyo, Balijike ityala loonyana bonke beentsizi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuze bangaseli, bawulibale umyalelo, basijike isigwebo salo lonke ihlwempu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku zakusela zitsho ziwulibale umthetho, zingabi sawakhathalela amalungelo abantu abahlelelekileyo.