Proverbs 4:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yiva, nyana wam! uzamkele iziteto zam; yaiya kuba mininzi kuwe iminyaka yobomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiva, nyana wam, uyamkele intetho yam, Iba mininzi kuwe iminyaka yobomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Phulaphula, ungunyana wam, uze uwamkele amazwi am; woba mininzi iminyaka yobomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phulaphula, nyana wam, uwathathele ingqalelo amazwi am, uze udle ubomi iminyaka emininzi.