Proverbs 4:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ekuhambeni kwako, ukunyatela kwako akuyi kuxinwa; naxeshekweni ubalekayo, akuyi kuku̔beka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekuhambeni kwakho akayi kuxinana amabanga akho; Nokuba uthe wagidima, akuyi kukhubeka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekuhambeni kwakho akayi kuphazamiseka ukunyathela kwakho; nokuba uyabaleka, akuyi kukhubeka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa uhamba, ukunyathela kwakho akuyi kuphazanyiswa, ngokunjalo naxa ubaleka akuyi kukhubeka.