Proverbs 4:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bengalali, nxa bangenzanga bubi; bayahlutwa ubutongo, nxa bangaku̔bekisanga mntu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba abalali, ukuba abathanga benze ububi; Bemkelwa bubuthongo ukuba abathanga bakhubekise abanye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba abalali, ababi benza ububi; Bomkelwa bubuthongo, ukuba abakhanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku izikhohlakali azaneli kukulala zingenzanga nto imbi. Ewe, ziphuthelwa ubusuku bonke, zide zibe zenzakalise umntu.