Proverbs 4:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba besidla isonka sobuncwangu, besela iveyine sobudlwengu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba badla isonka sokungendawo, Basele iwayini yogonyamelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba badla isonka sokungendawo, Basele newayini yobutshijolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku inkohlakalo sisonka abasidlayo; ubundlobongela yiwayini abayiselayo.