Proverbs 4:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa indlela yabalungileyo injengokukanya okukazimlayo, okumana kukanya kude kube semini efezekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke wona umendo wamalungisa unjengokukhanya komso, Okuya kuba mhlophe ngokuba mhlophe, kude kube semini enkulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa umendo wamalungisa unjengokukhanya okuqaqambileyo okuqhubeka kukhanya de kube semini enkulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yona indlela yamalungisa ifana nemitha yokusa, yona iya iqaqamba ngokuqaqamba de ibe yimini epheleleyo.