Proverbs 4:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndinipa imfundiso elungileyo; umteto wam ningawushiyi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndininika imfundiso elungileyo; Musani ukuwushiya umyalelo wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba ndininika imfundiso elungileyo, musani ukuwutyeshela umthetho wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndininika eyona mfundiso iyiyo, ngoko ke musani ukuwutyeshela umyalelo wam.
Recommended Reading