Proverbs 4:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Linda intliziyo yako pezu kwako konke okugcinwayo; ngokuba kuvela kuyo izipumelo zobomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nazintweni zonke zigcinwayo, londoloza intliziyo yakho;Kuba aphuma kuyo amathende obomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yinike intliziyo yakho ngako konke ukunyameka; kuba ubutyebi bobomi buphuma kuyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho, kuba yona ingumthombo wobomi.