Proverbs 5:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba indlela zomntu zipambi kwamehlo kayehova, nako konke ukuhamba kwake nyakugqala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba iindlela zomntu ziphambi kwamehlo kaYehova, Ayilungelelanise imikhondo yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba iindlela zomntu ziphambi kwamehlo kaYehova, yaye uyazazi zonke iindlela zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku zonke izinto ezenziwa ngumntu ziyabonwa *nguNdikhoyo; zonke iindlela zakhe uzijongile.