Proverbs 5:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba umlomo womfazi wasemzini utontsela incindi, nekuhlangubo lake lidlula amafuta ngobutelezi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ivuza incindi yobusi imilebe yomlomo womkamntu, Libuthelezi ngaphezu kweoli ikhuhlangubo lakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umlomo womfazi wasemzini uvuza njengenqatha lobusi, nemilebe yakhe ibuthelezi ngaphezu kweoli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku imilebe yomfazi ongakwaziyo ukuziphatha ivuza ubusi; kwaye nenkalakahla yakhe igudile kunamafutha omnquma.