Proverbs 6:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ibe yintwana yobutongo, ibe yintwana yokunqenqa, ibe yintwana yokuxabanisa izandla kuze kulalwe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa uthe, Intwana yobuthongo, intwana yokozela, Intwana yokukhwabusha izandla ukuba ndilale:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukulala kancinane, ukozela kancinane, ukusonga iingalo zikabani kancinane, ukulala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ulibele kukuthi: “Hayi noko, makhe ndithi qwaka, ndithi ntlithi kancinane, khe ndisonge izandla, ndiphumle.”