Proverbs 6:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bandul’ ukuza ubuhlwempu bako njengomhambi, nokuswela kwako njengoxo̔bileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Boza ubuhlwempu bakho njengomhambi, Nokuswela kwakho njengendoda enengweletshetshe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bokuza ubuhlwempu bakho njengomhambi, Nentswelo yakho njengendoda exhobileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke bona ubuhlwempu nâbo bukuchwechwela njengomkhuthuzi. Ewe, nantso ihambo-nzima isiza kukuhlasela oku kwendoda exhobileyo!