Proverbs 6:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
inqi̔na lobuxoki e lipimisela ilwimi; novusayo amapike pakati kwabazalwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lingqina elixokayo, elifutha amanga; Nongenisa ingxabano phakathi kwabangabazalwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lingqina elixokayo, elifutha amanga, Nongenisa ukungavisisani phakathi kwabazalwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ingqina elixokayo liyigqwethe inyaniso, nomntu ophembelela ingxabano phakathi kwabazalanayo.