Proverbs 6:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ekuhambeni kwako wokukapa; ekulaleni kwako wokulinda; wakuvuka, uya kuncokola nawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekuhambeni kwakho sokukhapha; Ekulaleni kwakho sokugcina;Ekuvukeni kwakho soncokola nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wahamba, uya kukukhokela; Ukuba ulala, buya kukugcina; yaye xa uvuka, iya kuthetha nawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, la mazwi aya kukukhokela endleleni yakho, abe ngumlindi wakho xa ulele, aze athethe nawe xa uvukile.