Proverbs 6:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngenxa yenkazana eyenza umbulo kutotyelwa kude kube lisimba lesonka; nomfazi wenye indoda uyazingela ubomi obunqabileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngenxa yehenyukazi umntu uda adle kuphela intendana yesonka; Umkamntu uzingela umphefumlo onqabileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngenxa yehenyukazi umntu udla iqhekeza lesonka; Umkamntu okrexezayo uzingela umphefumlo onqabileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ihenyukazi ungalithenga nangesonka, kanti yena umkrexezikazi angakwenza uphulukane nobomi bakho.