Proverbs 6:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yiti ke, nyana wam! uze uzikulule, wakuba uzile esandleni sommelwane wako: uye, uziqubude, umqu̔be ummelwane wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yenza le nto ngoku, nyana wam, uzihlangule; Kuba uzifake esandleni sommelwane wakho; Yiya, ziwise phantsi, umzame ummelwane wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yenza ngoko, nyana wam, uzisindise, ukuba uthe wawa esandleni sommelwane wakho; hamba, zithobe kwaye uqinisekise umhlobo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nantsi ke into omawuyenze, nyana wam, ukuze ukhululeke ezandleni zommelwane wakho: hamba uzithobe kuye, umbongoze akukhulule.