Proverbs 6:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akudelwa isela, nxa leba̔yo ukuze lizalise umxe̔lo walo, ngokuba lilambile:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Alidelwa isela, xa lithe labela Ukwanelisa umphefumlo walo, xa lithe lalamba;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Alidelwa isela xa lisiba ukuze lihluthe, xa lithe lalamba;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aligxekwa kangako isela xa lisiba kuba lilambile.