Proverbs 6:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa, nxa lifunyenweyo, lohlaula ngokusixe̔nxe; yonke impahla yendlu yalo liya kuyinika.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lifunyenwe, lihlawula kasixhenxe, Lirhola bonke ubuncwane bendlu yalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wafunyanwa, wobuya kasixhenxe; woyirhola yonke impahla yendlu yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noxa kunjalo lihlawuliswa kasixhenxe xa libanjiwe, lithinjwe yonke impahla yendlu yalo.