Proverbs 6:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ubukwele buvusa umsindo wendoda; ngako ayiyi kuba nataṙu emhleni wempindezelo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ikhwele libubushushu bendoda, Ayiyi kuyeka ngemini yempindezelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ikhwele libubushushu bendoda; ke ngoko, akayi kuwuconga umhla wempindezelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku indoda enobukhwele inengcwangu; ithi ke apho iziphindezela khona ingabi nanceba.