Proverbs 6:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kulala kude kube ninina, livilandini! uya kuvuka ninina ebutongweni bako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kunini na ulele, vilandini? Uya kuvuka nini na ebuthongweni bakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kunini na ulala, vilandini? Uya kuvuka nini na ebuthongweni bakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa kodwa, vilandini, koda kube nini uthe tywa kuloo mandlalo? Uya kuvuka nini kobo buthongo bakho?