Proverbs 7:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nyana wam! geina iziteto zam, uyibekele kuwe nemiyalelo yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nyana wam, gcina intetho yam, Uyiqwebele kuwe imithetho yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nyana wam, gcina intetho yam, uyigcine imithetho yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mfo wam, wagcine amazwi am, uyimilisele kuwe imiyalelo yam.