Proverbs 7:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wada wambamba, wamanga; wabomeleza ubuso bake, wati kuye:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wambamba ke, wamanga, Wayingwanyalala ubuso; wathi kuye,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko wambamba waza wamanga waza wathi kuye ngobuso obuneentloni:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo mfazi usuke wamgona umfana lowo, wamanga; ngobuso obungenazintloni wathi kuye: